-
Kule Veki isiXhosa Sifundela Ulutsha
Lo mdlalo ungothando phakathi kwababini, ulonwabo nobunzima basemhlabeni. Umbhali uyasibonisa ngokuphandle ukuba ukuzicingela wedwa nokunyoluka kuyatshabalalisa. Ukwaphinde asibonise ukuba umoya womntu uyakwazi ukuphumelela naxa ubomi buneendzingo.
This well-loved author demonstrates for us that selfishness and greed are ultimately pointless and self-destructive, while at the same time proving that the human spirit can triumph through the harshest of life’s experiences.
Yet another Xhosa classic from the pen of W.K. Tamsanqa, this riveting historical novel is about hope, striving, suffering and triumph, and will absorb readers from the very first page.
Kwakhona nabu obunye ubuchule bencwadi yesixhosa esuka kusiba lwesandla sika WK Tamsanqa, le noveli esibuyisela emva ngembhali imalunga nethemba, inzame, intlupheko kunye nempumelelo, kwaye iyakutsala abafundi kwakwiphepha nje lokuqala. Iindlela ezenzekayo zolwazi kunye nembali yexabiso yale noveli yenza ukuba ibenesiseko ekufundeni kubo bonke abafundi kunye nokubalasela kokuzikhethela kwoncwadi kwizikolo.
Book details
- Kusa Kusihlwa: Inoveli namanqakwana by KS Bongela
EAN: 9780636072961
Find this book with BOOK Finder!
- Nyana wam! Nyana wam! by WK Tamsanqa
EAN: 9780636072978
Find this book with BOOK Finder!
- Kusa Kusihlwa: Inoveli namanqakwana by KS Bongela











